Uluhlu lokurhweba lwesikeyile somfama
INtengiso yeMfuyo
ISEBE LEZOLIMO
Iintengiso zemfuyo
Iintengiso zemfuyo ngawona majelo abaluleke kakhulu ekurhwebeni ngemfuyo.
Iintengiso zemfuyo zihlanganisa abathengi nabathengisi kumaxa amaninzi kunye nakwizicwangciso qhinga ezithile.
Intengiso yezilwanyana yenziwa ngokweempuphu.
Amaxabiso emfuyo
ULwazi loQhagamshelwano, imihla neendawo
Iinkampani zentengiso yemfuyo zinika iikhalenda enolwazi olufana nemihla kunye neendawo. Iikhalenda ziyafumaneka kwiintlanti zentengiso yemfuyo.
Imithombo yolwazi lokurhweba
Amagosa ongezelelo
Amaphepha-ndaba
Amacebo asebenzisekayo kuthutho lwemfuyo
Sebenzisa isithuthi esifanelekileyo sokuthutha
Imivalo iyakuthintela izilwanyana ukuba zitsibele ngaphandle kwaye iya kuvumela umoya opholileyo.
Kulumkele ukugcwalisa kakhulu.
Sigcine isithuthi sicocekile ngokwezempilo.
Sigcine kwisithuthi isiqinisekiso sokuhanjiswa kwezilwanyana. Oku kunokufumaneka kwisikhululo sakho samapolisa sasekuhlaleni.
Ukunciphisa iindleko zokuthutha, hlanganisa nabanye abavelisi bemfuyo ukuze nirhwebe ngemfuyo yenu.
iMifanekiso yamanani
Bonelela
Funa
Ukuba ngaba ukubonelela kungaphezulu kunokufuna, amaxabiso ayenyuka.
Ulwazi ngemihla kunye neendawo zentengiso yemfuyo zifumaneka kwikhalenda kwiintlanti zokuthengisa...
ISebe: lezoLimo
ICandelwana: loRhwebo
Iincwadi
UBhaliso lweempawu zokwazisa ezisemthethweni
UMbhalisi weeNtlobo zeempawu
INombolo yomNxeba: 012 319 7433/7431
Abalungelelanisi bokudityaniswa korhwebo
INombolo yomNxeba/iSelula: 011 518 0000
INombolo yomNxeba/iSelula: 012 341 1115
Ii-arhente zokuthengisa/Imibutho ebalulekileyo
INombolo yomNxeba/iSelula:082 892 8430
UMmandla: eMpuma Koloni kuphela.
UMmandla: kwiPhondo lomNtla-Ntshona
INombolo yomNxeba/iSelula: 012 348 5111
